Eksodus 13:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Wathi uMoses ebantwini: “Lukhumbuleni olu suku niphume ngalo eYiputa,+ endlwini yobukhoboka, kuba uYehova unikhuphe apha ngesandla esinamandla.+ Ngoko ke makungadliwa nto inegwele.+ Duteronomi 6:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 uze uthi kunyana wakho, ‘Sasingamakhoboka kaFaro eYiputa, kodwa uYehova wasikhupha eYiputa ngesandla esomeleleyo.+
3 Wathi uMoses ebantwini: “Lukhumbuleni olu suku niphume ngalo eYiputa,+ endlwini yobukhoboka, kuba uYehova unikhuphe apha ngesandla esinamandla.+ Ngoko ke makungadliwa nto inegwele.+
21 uze uthi kunyana wakho, ‘Sasingamakhoboka kaFaro eYiputa, kodwa uYehova wasikhupha eYiputa ngesandla esomeleleyo.+