IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 20:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 kodwa ndibenzela ububele bothando kuse kwisizukulwana sewaka abo bandithandayo nabayigcinayo imiyalelo yam.+

  • 1 Kumkani 2:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kwaye umele ugcine imbopheleleko kuYehova uThixo wakho ngokuhamba ezindleleni zakhe,+ ngokugcina imimiselo yakhe, imiyalelo yakhe nezigwebo zakhe+ nezingqino zakhe, ngokuvumelana noko kubhalwe kumthetho kaMoses,+ ukuze wenze ngokunengqiqo kuyo yonke into oyenzayo nakuyo yonke indawo ojika kuyo;

  • Mateyu 19:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Wathi kuye: “Kutheni undibuza ngoko kulungileyo? Kukho mNye olungileyo.+ Ukuba, ngoko, ufuna ukungena ebomini, qhubeka ugcina imiyalelo.”+

  • 1 Yohane 5:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kuba ukumthanda+ uThixo kuko ukuthi, siyigcine imiyalelo yakhe;+ kwaye ayinzima imiyalelo yakhe,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share