IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 6:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 “Ukuba kunokwenzeka kubekho indlala+ elizweni, ukuba kunokwenzeka kubekho indyikitya yokufa,+ ukuba kunokwenzeka kubekho imbalela+ nesihumba,+ iinkumbi+ namaphela;+ ukuba kunokwenzeka iintshaba zabo+ zibangqinge kwilizwe lamasango abo+—naluphi na uhlobo lwesibetho, naluphi na uhlobo lwesifo+—

  • Amosi 4:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 “‘Ndanibetha ngembalela nesihumba.+ Imiyezo yenu nezidiliya zenu zanda, kodwa imikhiwane yenu neminquma yenu yadliwa ngumbungu;+ ukanti anibuyelanga kum,’+ utsho uYehova.

  • Hagayi 2:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 ndanibetha+ ngembalela+ nangesihumba nangesichotho,+ nawo wonke umsebenzi wezandla zenu,+ kwaye kwakungekho namnye wenu obuyela kum,’+ utsho uYehova—

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share