IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 14:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ndoyiyeka ngokwenene ibe lukhuni intliziyo kaFaro,+ abasukele ngokuqinisekileyo ndize ndizukiseke ngoFaro nangomkhosi wakhe wamajoni wonke;+ azi ngokuqinisekileyo amaYiputa ukuba ndinguYehova.”+ Benza ke bona kanye njengoko.

  • Levitikus 10:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Wathi uMoses kuAron: “Oku koko akuthethileyo uYehova, esithi, ‘Mandingcwaliswe+ ngabo basondelayo kum,+ ndizukiswe phambi kwabantu bonke.’”+ Wathi cwaka uAron.

  • INdumiso 72:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Malibongwe igama lakhe elizukileyo kuse kwixesha elingenammiselo,+

      Nozuko lwakhe luzalise umhlaba wonke.+

      Amen Amen.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share