Eksodus 19:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoku ke ukuba nithe nalithobela+ okunene ilizwi lam, nawugcina ngenene umnqophiso wam,+ ngokuqinisekileyo noba yinqobo kum kwizizwana zonke,+ kuba umhlaba uphela ngowam.+ Duteronomi 7:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngokuba usisizwana esingcwele kuYehova uThixo wakho.+ Nguwe uYehova uThixo wakho amnyulileyo ukuba abe sisizwana sakhe, abe yinqobo kuye, kwizizwana zonke eziphezu komhlaba.+ Duteronomi 27:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Bathetha ke, uMoses nababingeleli, abaLevi, kuSirayeli wonke, besithi: “Yithi cwaka uphulaphule, Sirayeli. Namhla uye waba sisizwana sikaYehova uThixo wakho.+ Duteronomi 28:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 UYehova wokumisa njengesizwana esingcwele kuye,+ kanye njengoko wakufungelayo,+ xa uthe wayigcina imiyalelo+ kaYehova uThixo wakho, wahamba ngeendlela zakhe.
5 Ngoku ke ukuba nithe nalithobela+ okunene ilizwi lam, nawugcina ngenene umnqophiso wam,+ ngokuqinisekileyo noba yinqobo kum kwizizwana zonke,+ kuba umhlaba uphela ngowam.+
6 Ngokuba usisizwana esingcwele kuYehova uThixo wakho.+ Nguwe uYehova uThixo wakho amnyulileyo ukuba abe sisizwana sakhe, abe yinqobo kuye, kwizizwana zonke eziphezu komhlaba.+
9 Bathetha ke, uMoses nababingeleli, abaLevi, kuSirayeli wonke, besithi: “Yithi cwaka uphulaphule, Sirayeli. Namhla uye waba sisizwana sikaYehova uThixo wakho.+
9 UYehova wokumisa njengesizwana esingcwele kuye,+ kanye njengoko wakufungelayo,+ xa uthe wayigcina imiyalelo+ kaYehova uThixo wakho, wahamba ngeendlela zakhe.