IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 9:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 ngoko ke utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi, ‘Yabona, ndisidlisa umhlonyane sona,+ oko kukuthi, esi sizwana, kwaye ndiza kusiseza amanzi anetyhefu;+

  • Hoseya 10:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 “Uthetha amazwi, esenza izifungo zobuxoki,+ esenza umnqophiso;+ nesigwebo sihlume njengesityalo esinetyhefu kumjelo wasendle.+

  • Amosi 6:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 “‘Amahashe aya kubaleka na phezu kwengxondorha, okanye uya kulima na ubani apho ngeenkomo? Kuba nijike okusesikweni+ kwaba sisityalo esinetyhefu, nesiqhamo sobulungisa saba ngumhlonyane,

  • IZenzo 8:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 kuba ndiyabona ukuba uyinyongo enetyhefu+ nomxokelelwane wentswela-bulungisa.”+

  • Hebhere 12:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 nikuphaphele ngenyameko ukuba kungabikho namnye ububandezwayo ububele obungasifanelanga bukaThixo;+ kungabikho ngcambu inetyhefu+ iphumayo ibangele inkathazo baze abaninzi benziwe inqambi yiyo;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share