Yeremiya 23:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngoko ke utsho uYehova wemikhosi nxamnye nabaprofeti abo ukuthi: “Yabona, ndibadlisa umhlonyane, kwaye ndiza kubaseza amanzi anetyhefu.+ Kuba kubaprofeti baseYerusalem kuphume uwexuko+ lwaya kulo lonke ilizwe.” IZililo 3:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Undinike okulingeneyo kwezinto ezikrakra.+ Undanelise ngomhlonyane.+
15 Ngoko ke utsho uYehova wemikhosi nxamnye nabaprofeti abo ukuthi: “Yabona, ndibadlisa umhlonyane, kwaye ndiza kubaseza amanzi anetyhefu.+ Kuba kubaprofeti baseYerusalem kuphume uwexuko+ lwaya kulo lonke ilizwe.”