IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 28:63
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 63 “Kothi kanye njengokuba uYehova wayegcoba ngani ukuba anenzele okulungileyo, anandise,+ enjenjalo uYehova ukugcoba ngani ukuba anitshabalalise, anibhubhise;+ ninyothulwe emhlabeni lowo uya kuwo ukuba uwudle ilifa.+

  • 1 Kumkani 14:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Yaye eneneni uYehova uya kumxabela uSirayeli, kanye njengokuhexa kwengcongolo emanzini;+ ibe uya kumncothula+ ngokuqinisekileyo uSirayeli kulo mhlaba ulungileyo+ awawunika ookhokho bakhe, aze amchithachithe+ ngaphaya koMlambo,+ ngenxa yokuba ezenzele izibonda zakhe ezingcwele,+ ecaphukisa+ uYehova.

  • 2 Kumkani 17:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ngoko ke uYehova waba nomsindo kakhulu+ nxamnye noSirayeli, kangangokuba wamshenxisa phambi kwakhe.+ Akazange ashiye namnye ngaphandle kwesizwe sakwaYuda sodwa.+

  • INdumiso 52:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 UThixo uya kukudilizela phantsi ngonaphakade;+

      Uya kukungqula phantsi aze akuncothule ententeni yakho,+

      Yaye ngokuqinisekileyo uya kukuncothula elizweni labaphilayo.+ Seʹlah.

  • Luka 21:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 yaye siya kuwa ngohlangothi lwekrele size sikhokelelwe kuzo zonke iintlanga sithinjiwe;+ neYerusalem iya kunyathelwa ziintlanga, ade azaliseke amaxesha amisiweyo+ eentlanga.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share