Duteronomi 29:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Waza ke uYehova wabanyothula emhlabeni wabo ngomsindo nangobushushu nangokucaphuka+ okukhulu, wabaphosa zweni limbi njengoko beselapho unanamhla.’+ 2 Kumkani 17:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngonyaka wesithoba kaHosheya, ukumkani waseAsiriya wayithimba iSamariya+ waza wakhokelela uSirayeli ekuthinjweni+ eAsiriya kwaye wabahlalisa apho eHala+ naseHabhore kuMlambo iGozan+ nakwizixeko zamaMedi.+ Mateyu 15:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ekuphenduleni wathi: “Sonke isityalo esingatyalwanga nguBawo osemazulwini siya kuncothulwa.+
28 Waza ke uYehova wabanyothula emhlabeni wabo ngomsindo nangobushushu nangokucaphuka+ okukhulu, wabaphosa zweni limbi njengoko beselapho unanamhla.’+
6 Ngonyaka wesithoba kaHosheya, ukumkani waseAsiriya wayithimba iSamariya+ waza wakhokelela uSirayeli ekuthinjweni+ eAsiriya kwaye wabahlalisa apho eHala+ naseHabhore kuMlambo iGozan+ nakwizixeko zamaMedi.+