Eksodus 32:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wahlabela mgama uYehova wathi kuMoses: “Ndisikhangele esi sizwana, uyabona, sisizwana esintamo-lukhuni.+ Duteronomi 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yazi ke ukuba akungabulungisa bakho le nto uYehova uThixo wakho akunikayo eli lizwe lihle ukuba ulidle ilifa; ngokuba usisizwana esintamo-lukhuni.+ INdumiso 75:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Musani ukuluphakamisela phezulu uphondo lwenu.Musani ukuthetha ngentamo ekhukhumeleyo.+ IMizekeliso 29:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Umntu owohlwaywa ngokuphindaphindiweyo+ kodwa ayenze lukhuni intamo+ yakhe uya kwaphulwa ngequbuliso, aze angaphiliswa.+ Isaya 48:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngenxa yokwazi kwam ukuba ulukhuni nokuba intamo yakho+ yimisipha yentsimbi+ nebunzi lakho lubhedu,+
9 Wahlabela mgama uYehova wathi kuMoses: “Ndisikhangele esi sizwana, uyabona, sisizwana esintamo-lukhuni.+
6 Yazi ke ukuba akungabulungisa bakho le nto uYehova uThixo wakho akunikayo eli lizwe lihle ukuba ulidle ilifa; ngokuba usisizwana esintamo-lukhuni.+
29 Umntu owohlwaywa ngokuphindaphindiweyo+ kodwa ayenze lukhuni intamo+ yakhe uya kwaphulwa ngequbuliso, aze angaphiliswa.+
4 Ngenxa yokwazi kwam ukuba ulukhuni nokuba intamo yakho+ yimisipha yentsimbi+ nebunzi lakho lubhedu,+