Daniyeli 7:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kwakuqukuqela umsinga womlilo uphuma phambi kwakhe.+ Kwakukho amawaka aliwaka awayelungiselela phambi kwakhe,+ neshumi lamawaka eliphindwe ngeshumi lamawaka elalimi kanye phambi kwakhe.+ Yahlala phantsi iNkundla,+ kwaza kwavulwa iincwadi. Galati 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kuthekani, ke ngoko, ngoMthetho? Wongezwa ukuze ukunxaxha kubonakaliswe,+ de ifike imbewu+ ekwakwenziwe kuyo isithembiso; yaye wadluliselwa ngeengelosi+ ngesandla somlamli.+ Yuda 14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kambe ke, uEnoki,+ ongowesixhenxe ukususela kuAdam, waprofeta ngabo, esithi: “Khangela! UYehova weza enamashumi amawaka akhe angcwele,+
10 Kwakuqukuqela umsinga womlilo uphuma phambi kwakhe.+ Kwakukho amawaka aliwaka awayelungiselela phambi kwakhe,+ neshumi lamawaka eliphindwe ngeshumi lamawaka elalimi kanye phambi kwakhe.+ Yahlala phantsi iNkundla,+ kwaza kwavulwa iincwadi.
19 Kuthekani, ke ngoko, ngoMthetho? Wongezwa ukuze ukunxaxha kubonakaliswe,+ de ifike imbewu+ ekwakwenziwe kuyo isithembiso; yaye wadluliselwa ngeengelosi+ ngesandla somlamli.+
14 Kambe ke, uEnoki,+ ongowesixhenxe ukususela kuAdam, waprofeta ngabo, esithi: “Khangela! UYehova weza enamashumi amawaka akhe angcwele,+