Duteronomi 32:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Ngokuba uYehova uya kubagweba abantu bakhe+Azisole ngenxa yabakhonzi bakhe,+Xa ebona ukuba akusekho ubaxhasayoBasuke baba ziintw’ ezingeloncedo nezingento yanto. 1 Samuweli 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ke yena uYehova, baya kunkwantya abo basukuzana naye;+Uya kubadudumela esemazulwini.+UYehova uya kugweba iziphelo zomhlaba,+Ukuze abe nokunika ukumkani wakhe amandla,+Ukuze abe nokuluphakamisa uphondo lothanjisiweyo wakhe.”+ INdumiso 7:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 UThixo nguMgwebi olilungisa,+Yaye uThixo uqalekisa yonke imihla. INdumiso 50:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yaye amazulu axela ubulungisa bakhe,+Kuba uThixo nguMgwebi.+ Seʹlah. INtshumayeli 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ndathi mna entliziyweni yam:+ “UTHIXO oyinyaniso uya kugweba ilungisa nongendawo,+ ngokuba kukho ixesha layo yonke imicimbi, nangokuphathelele wonke umsebenzi apho.”+
36 Ngokuba uYehova uya kubagweba abantu bakhe+Azisole ngenxa yabakhonzi bakhe,+Xa ebona ukuba akusekho ubaxhasayoBasuke baba ziintw’ ezingeloncedo nezingento yanto.
10 Ke yena uYehova, baya kunkwantya abo basukuzana naye;+Uya kubadudumela esemazulwini.+UYehova uya kugweba iziphelo zomhlaba,+Ukuze abe nokunika ukumkani wakhe amandla,+Ukuze abe nokuluphakamisa uphondo lothanjisiweyo wakhe.”+
17 Ndathi mna entliziyweni yam:+ “UTHIXO oyinyaniso uya kugweba ilungisa nongendawo,+ ngokuba kukho ixesha layo yonke imicimbi, nangokuphathelele wonke umsebenzi apho.”+