IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 15:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 USirayeli+ wayenemihla emininzi engenaye uTHIXO oyinyaniso engenambingeleli ofundisayo+ yaye engenaMthetho.

  • 2 Kronike 17:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Yaye bafundisa+ kwaYuda, benencwadi yomthetho kaYehova;+ bazijikeleza zonke izixeko zakwaYuda befundisa phakathi kwabantu.

  • Malaki 2:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kuba imilebe yombingeleli ifanele igcine ukwazi, nomthetho bafanele bawufune emlonyeni wakhe abantu;+ kuba ungumthunywa kaYehova wemikhosi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share