Genesis 49:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Iintsikelelo zikayihlo ziya kongama ngokwenene kuneentsikelelo zeentaba zikanaphakade,+ nesihombo seenduli ezihleli ngokungenammiselo.+ Ziya kuba sentlokweni kaYosefu, elukakayini lwalowo kanye ukhethiweyo kubantakwabo.+ 1 Kronike 5:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Bona oonyana bakaRubhen+ izibulo likaSirayeli—kuba yayinguye izibulo;+ kodwa ngenxa yokuhlambela kwakhe isingqengqelo sikayise+ ilungelo lakhe lobuzibulo lanikwa oonyana bakaYosefu+ unyana kaSirayeli, ngoko akazange abhaliswe kumlibo wokuzalwa njengezibulo.
26 Iintsikelelo zikayihlo ziya kongama ngokwenene kuneentsikelelo zeentaba zikanaphakade,+ nesihombo seenduli ezihleli ngokungenammiselo.+ Ziya kuba sentlokweni kaYosefu, elukakayini lwalowo kanye ukhethiweyo kubantakwabo.+
5 Bona oonyana bakaRubhen+ izibulo likaSirayeli—kuba yayinguye izibulo;+ kodwa ngenxa yokuhlambela kwakhe isingqengqelo sikayise+ ilungelo lakhe lobuzibulo lanikwa oonyana bakaYosefu+ unyana kaSirayeli, ngoko akazange abhaliswe kumlibo wokuzalwa njengezibulo.