1 Kumkani 4:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kwaye uYuda+ noSirayeli baqhubeka behleli ngonqabiseko,+ wonk’ ubani phantsi komdiliya wakhe naphantsi komkhiwane wakhe,+ ukusuka kwaDan kuse eBher-shebha,+ yonke imihla kaSolomon. Hoseya 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kodwa indlu kaYuda ndiya kuyenzela inceba,+ yaye ndiya kuyisindisa ngoYehova uThixo wayo;+ kodwa andiyi kuyisindisa ngesaphetha okanye ngekrele okanye ngemfazwe, ngamahashe okanye ngabakhweli-mahashe.”+ Zekariya 10:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ndiza kuyenza eyongamileyo indlu kaYuda, nendlu kaYosefu ndiya kuyisindisa.+ Ndiza kubahlalisa, kuba ndiza kubenzela inceba;+ bamele babe njengabo ndingazange ndibalahle;+ kuba ndinguYehova uThixo wabo, kwaye ndiya kubaphendula.+
25 Kwaye uYuda+ noSirayeli baqhubeka behleli ngonqabiseko,+ wonk’ ubani phantsi komdiliya wakhe naphantsi komkhiwane wakhe,+ ukusuka kwaDan kuse eBher-shebha,+ yonke imihla kaSolomon.
7 Kodwa indlu kaYuda ndiya kuyenzela inceba,+ yaye ndiya kuyisindisa ngoYehova uThixo wayo;+ kodwa andiyi kuyisindisa ngesaphetha okanye ngekrele okanye ngemfazwe, ngamahashe okanye ngabakhweli-mahashe.”+
6 Ndiza kuyenza eyongamileyo indlu kaYuda, nendlu kaYosefu ndiya kuyisindisa.+ Ndiza kubahlalisa, kuba ndiza kubenzela inceba;+ bamele babe njengabo ndingazange ndibalahle;+ kuba ndinguYehova uThixo wabo, kwaye ndiya kubaphendula.+