IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 33:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 USirayeli uya kuhlala enqabisekile,+

      Umthombo kaYakobi ngokwawo,+

      Ezweni lokudla okuziinkozo newayini entsha.+

      Ewe, amazulu akhe aya kuthontsiza umbethe.+

  • INdumiso 130:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 USirayeli makaqhubeke elindele kuYehova.+

      Kuba ububele bothando bukuYehova,+

      Yaye ininzi inkululo yakhe.+

  • Isaya 62:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Akuyi kuba sathiwa kuwe ungumfazi oshiywe ngokupheleleyo;+ nelizwe lakho akuyi kuba sathiwa liphanzile;+ kodwa wena uya kubizwa ngokuthi Oluyolo Lwam Lukuye,+ nelizwe lakho ngokuthi nguMfazi onoMnini wakhe. Kuba uYehova uya kube eyoliswa nguwe, nelizwe lakho liya kuba lelomnini othile njengomfazi.+

  • Yeremiya 32:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 ‘Yabona, ndibaqokelela ndawonye kuwo onke amazwe endiya kubasasazela kuwo ngomsindo wam nangobushushu bam nangokucaphuka kwam okukhulu;+ yaye ndiza kubabuyisela kule ndawo ndize ndibenze bahlale benqabisekile.+

  • Zekariya 14:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Nabantu ngokuqinisekileyo baya kuba ngabemi kulo; kungabi sabakho nakuphi na ukwahlulelwa intshabalalo,+ kwaye iYerusalem imele imiwe ngonqabiseko.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share