Numeri 27:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ke yena uya kuma phambi koEleyazare umbingeleli, aze ambuzele+ ngokugweba kweUrim+ phambi koYehova. Baya kuphuma ngokomyalelo wakhe baze bangene ngokomyalelo wakhe, yena noonyana bonke bakaSirayeli ndawonye naye nendibano yonke.” Yoshuwa 1:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Amphendula ke uYoshuwa, esithi: “Konke osiyalele kona siya kukwenza, yaye naphi na apho usithuma khona siya kuya.+ Hebhere 13:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Bathobeleni abo bakhokelayo phakathi kwenu+ nize nibalulamele,+ kuba bahlala beyilindile imiphefumlo yenu njengabo baya kuphendula;+ ukuze bakwenze oku ngovuyo kungekhona ngokuncwina, kuba oko kungenza umonakalo kuni.+
21 Ke yena uya kuma phambi koEleyazare umbingeleli, aze ambuzele+ ngokugweba kweUrim+ phambi koYehova. Baya kuphuma ngokomyalelo wakhe baze bangene ngokomyalelo wakhe, yena noonyana bonke bakaSirayeli ndawonye naye nendibano yonke.”
16 Amphendula ke uYoshuwa, esithi: “Konke osiyalele kona siya kukwenza, yaye naphi na apho usithuma khona siya kuya.+
17 Bathobeleni abo bakhokelayo phakathi kwenu+ nize nibalulamele,+ kuba bahlala beyilindile imiphefumlo yenu njengabo baya kuphendula;+ ukuze bakwenze oku ngovuyo kungekhona ngokuncwina, kuba oko kungenza umonakalo kuni.+