Eksodus 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ndihlile ke ukuze ndibahlangule esandleni samaYiputa+ ndize ndibanyuse baphume kwelo lizwe, baye ezweni elilungileyo neliphangaleleyo, ezweni eliqukuqela ubisi nobusi,+ endaweni yamaKanan namaHiti nama-Amori namaPerizi namaHivi namaYebhusi.+ Duteronomi 4:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kuba ndiya kufela kweli lizwe.+ Andiyi kuyiwela iYordani, kodwa nina niya kuyiwela, nilidle ilifa elo lizwe lihle. Duteronomi 11:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 lilizwe alinyamekelayo uYehova uThixo wakho. Ahlala ekulo amehlo+ kaYehova uThixo wakho, ukususela ekuqaleni konyaka kuse ekupheleni konyaka. Hezekile 20:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngaloo mini ndasiphakamisa isandla sam+ ndibafungela ukuze ndibakhuphe kwilizwe laseYiputa ndibase kwilizwe endandibahlolele lona, eliqukuqela ubisi nobusi.+ Lalingumhombiso emazweni onke.+
8 Ndihlile ke ukuze ndibahlangule esandleni samaYiputa+ ndize ndibanyuse baphume kwelo lizwe, baye ezweni elilungileyo neliphangaleleyo, ezweni eliqukuqela ubisi nobusi,+ endaweni yamaKanan namaHiti nama-Amori namaPerizi namaHivi namaYebhusi.+
22 Kuba ndiya kufela kweli lizwe.+ Andiyi kuyiwela iYordani, kodwa nina niya kuyiwela, nilidle ilifa elo lizwe lihle.
12 lilizwe alinyamekelayo uYehova uThixo wakho. Ahlala ekulo amehlo+ kaYehova uThixo wakho, ukususela ekuqaleni konyaka kuse ekupheleni konyaka.
6 Ngaloo mini ndasiphakamisa isandla sam+ ndibafungela ukuze ndibakhuphe kwilizwe laseYiputa ndibase kwilizwe endandibahlolele lona, eliqukuqela ubisi nobusi.+ Lalingumhombiso emazweni onke.+