IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 2:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kwaye umele ugcine imbopheleleko kuYehova uThixo wakho ngokuhamba ezindleleni zakhe,+ ngokugcina imimiselo yakhe, imiyalelo yakhe nezigwebo zakhe+ nezingqino zakhe, ngokuvumelana noko kubhalwe kumthetho kaMoses,+ ukuze wenze ngokunengqiqo kuyo yonke into oyenzayo nakuyo yonke indawo ojika kuyo;

  • INdumiso 19:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Umthetho+ kaYehova ugqibelele,+ ubuyisa umphefumlo.+

      Isikhumbuzo+ sikaYehova sikholosekile,+ simenza abe nobulumko ongenamava.+

  • INdumiso 107:43
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 43 Ngubani na osisilumko? Uya kuthi kokubini agcine ezi zinto+

      Kwaye azibonise enikela ingqalelo kwizenzo zikaYehova zobubele bothando.+

  • INdumiso 111:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ukoyika uYehova kukuqala kobulumko.+

      ש [Sin]

      Bonke abo bayenzayo banengqiqo elungileyo.+

      ת [Taw]

      Indumiso yakhe imi ngonaphakade.+

  • INdumiso 119:98
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  98 Umyalelo wakho undenza ndilumke ngakumbi kuneentshaba zam,+

      Ngenxa yokuba ngowam ukusa kwixesha elingenammiselo.+

  • IMizekeliso 10:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ontliziyo ilumkileyo uya kuyamkela imiyalelo,+ kodwa osisidenge ngemilebe yakhe uya kunyathelwa.+

  • Yeremiya 8:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Izilumko zibe neentloni.+ Zinkwantyile kwaye ziya kubanjiswa. Khangela! Ziligatyile ilizwi likaYehova, zinabuphi na ke ubulumko?+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share