Eksodus 19:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yaye niya kuba bubukumkani kum nababingeleli nohlanga olungcwele.’+ Ngawo lawo amazwi oya kuwathetha koonyana bakaSirayeli.” Numeri 23:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kaloku nanko ndimbona ndisencotsheni yamawa,Nanko ndimbukele ndiphezu kweenduli.Esi sizwana sizimisele iminquba yaso sodwa,+Asibalelwa phakathi kwazo iintlanga.+ Duteronomi 4:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Okanye uThixo wakha walinga na ukuya kuzithabathela uhlanga phakathi kolunye uhlanga ngezimanga,+ nangemiqondiso+ nangemimangaliso+ nangemfazwe+ nangesandla esomeleleyo+ nangengalo eyoluliweyo+ nangokoyikeka+ okukhulu njengako konke anenzele kona uYehova uThixo wenu eYiputa phambi kwamehlo enu? Duteronomi 32:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba isabelo sikaYehova ngabantu bakhe;+UYakobi yinxalenye yelifa lakhe.+
6 Yaye niya kuba bubukumkani kum nababingeleli nohlanga olungcwele.’+ Ngawo lawo amazwi oya kuwathetha koonyana bakaSirayeli.”
9 Kaloku nanko ndimbona ndisencotsheni yamawa,Nanko ndimbukele ndiphezu kweenduli.Esi sizwana sizimisele iminquba yaso sodwa,+Asibalelwa phakathi kwazo iintlanga.+
34 Okanye uThixo wakha walinga na ukuya kuzithabathela uhlanga phakathi kolunye uhlanga ngezimanga,+ nangemiqondiso+ nangemimangaliso+ nangemfazwe+ nangesandla esomeleleyo+ nangengalo eyoluliweyo+ nangokoyikeka+ okukhulu njengako konke anenzele kona uYehova uThixo wenu eYiputa phambi kwamehlo enu?