Eksodus 6:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Ngoko ke yithi koonyana bakaSirayeli, ‘NdinguYehova, yaye ngokuqinisekileyo ndiya kunikhupha phantsi koxanduva lwamaYiputa ndize ndinihlangule ebukhobokeni bawo,+ yaye ndiya kunihlangula ngokwenene ngengalo eyoluliweyo nangezigwebo ezikhulu.+ Duteronomi 4:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Okanye uThixo wakha walinga na ukuya kuzithabathela uhlanga phakathi kolunye uhlanga ngezimanga,+ nangemiqondiso+ nangemimangaliso+ nangemfazwe+ nangesandla esomeleleyo+ nangengalo eyoluliweyo+ nangokoyikeka+ okukhulu njengako konke anenzele kona uYehova uThixo wenu eYiputa phambi kwamehlo enu? Isaya 63:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Lowo uhambisa ingalo Yakhe entle+ ngasesandleni sasekunene sikaMoses; Lowo wahlukanisa amanzi phambi kwabo+ ukuze azenzele igama elihlala ngokungenammiselo;+
6 “Ngoko ke yithi koonyana bakaSirayeli, ‘NdinguYehova, yaye ngokuqinisekileyo ndiya kunikhupha phantsi koxanduva lwamaYiputa ndize ndinihlangule ebukhobokeni bawo,+ yaye ndiya kunihlangula ngokwenene ngengalo eyoluliweyo nangezigwebo ezikhulu.+
34 Okanye uThixo wakha walinga na ukuya kuzithabathela uhlanga phakathi kolunye uhlanga ngezimanga,+ nangemiqondiso+ nangemimangaliso+ nangemfazwe+ nangesandla esomeleleyo+ nangengalo eyoluliweyo+ nangokoyikeka+ okukhulu njengako konke anenzele kona uYehova uThixo wenu eYiputa phambi kwamehlo enu?
12 Lowo uhambisa ingalo Yakhe entle+ ngasesandleni sasekunene sikaMoses; Lowo wahlukanisa amanzi phambi kwabo+ ukuze azenzele igama elihlala ngokungenammiselo;+