IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 7:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Aya kuthi ke azi ngokuqinisekileyo amaYiputa ukuba ndinguYehova ekusoluleni kwam isandla sam nxamnye neYiputa,+ ndibakhuphe ngokuqinisekileyo oonyana bakaSirayeli phakathi kwawo.”+

  • Duteronomi 26:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ekugqibeleni wasikhupha uYehova eYiputa ngesandla esomeleleyo+ nangengalo eyoluliweyo+ nangokoyikeka okukhulu+ nangemiqondiso nangemimangaliso.+

  • 1 Kronike 17:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Yaye luluphi na olunye uhlanga emhlabeni olunjengabantu qbakho amaSirayeli,+ awathi uTHIXO oyinyaniso wazikhululela bona njengesizwana,+ ukuze akwabele igama ngempumelelo enkulu+ nangezinto ezoyikekayo ngokugxotha iintlanga+ phambi kwabantu bakho owabakhululayo eYiputa?

  • IZenzo 13:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 UTHIXO wesi sizwana uSirayeli wanyula ookhokho bethu, yaye wabaphakamisa abantu ebudeni bokuhlala kwabo njengabaphambukeli kwilizwe laseYiputa waza wabakhupha kulo ngengalo ephakamileyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share