Genesis 15:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kodwa kwesesine isizukulwana iya kubuyela apha,+ kuba isiphoso sama-Amori asikapheleli.”+ Numeri 13:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ama-Amaleki+ ahleli kwilizwe laseNegebhi,+ kwaye amaHiti namaYebhusi+ nama-Amori+ ahleli kwimimandla yeentaba, wona amaKanan+ ahleli ngaselwandle ngakwicala laseYordan.”
29 Ama-Amaleki+ ahleli kwilizwe laseNegebhi,+ kwaye amaHiti namaYebhusi+ nama-Amori+ ahleli kwimimandla yeentaba, wona amaKanan+ ahleli ngaselwandle ngakwicala laseYordan.”