Duteronomi 4:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 ngoko ke namhlanje amazulu nomhlaba+ ngamangqina am okuba, niya kutshabalala ngokukhawuleza ezweni eniwela iYordan nisiya kulidla ilifa. Anisayi kuyandisa imihla yenu kulo, ngokuba niya kubhujiswa ngokuqinisekileyo.+ Duteronomi 8:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 “Kothi ukuba uthe wamlibala uYehova uThixo wakho, walandela thixo bambi, wabakhonza, waqubuda kubo, ndiyaningqinela namhlanje ukuba niya kutshabalala ngenene.+ Duteronomi 30:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 ndiyanixelela namhlanje ukuba niya kutshabalala ngenene.+ Ayisayi kwandiswa imihla yenu kuwo umhlaba eniwela iYordan nisiya kuwudla ilifa. Yoshuwa 23:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 nifanele nazi ngokuqinisekileyo ukuba uYehova uThixo wenu akayi kuqhubeka ezihlutha ilizwe lazo ezi ntlanga ngenxa yenu;+ kwaye ziya kuba njengesibatha nanjengomgibe nanjengekatsi kumaphango enu+ nanjengameva emehlweni enu de nitshabalale kulo mhlaba ulungileyo uYehova uThixo wenu aninike wona.+
26 ngoko ke namhlanje amazulu nomhlaba+ ngamangqina am okuba, niya kutshabalala ngokukhawuleza ezweni eniwela iYordan nisiya kulidla ilifa. Anisayi kuyandisa imihla yenu kulo, ngokuba niya kubhujiswa ngokuqinisekileyo.+
19 “Kothi ukuba uthe wamlibala uYehova uThixo wakho, walandela thixo bambi, wabakhonza, waqubuda kubo, ndiyaningqinela namhlanje ukuba niya kutshabalala ngenene.+
18 ndiyanixelela namhlanje ukuba niya kutshabalala ngenene.+ Ayisayi kwandiswa imihla yenu kuwo umhlaba eniwela iYordan nisiya kuwudla ilifa.
13 nifanele nazi ngokuqinisekileyo ukuba uYehova uThixo wenu akayi kuqhubeka ezihlutha ilizwe lazo ezi ntlanga ngenxa yenu;+ kwaye ziya kuba njengesibatha nanjengomgibe nanjengekatsi kumaphango enu+ nanjengameva emehlweni enu de nitshabalale kulo mhlaba ulungileyo uYehova uThixo wenu aninike wona.+