IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 18:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Ngokuba isishumi soonyana bakaSirayeli, abasinikela kuYehova njengomnikelo, ndisinike abaLevi njengelifa. Kungenxa yoko ndithe kubo, ‘Abafanele bafumane lifa phakathi koonyana bakaSirayeli.’”+

  • Duteronomi 10:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kungenxa yoko le nto uLevi engenasabelo nalifa+ ndawonye nabazalwana bakhe. NguYehova ilifa lakhe, kanye njengoko wathethayo uYehova uThixo wakho kuye.+

  • Duteronomi 14:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Ngoko ke umLevi,+ ngokuba engenasabelo nalifa ndawonye nawe, nomphambukeli+ nenkwenkwe engenayise nomhlolokazi,+ abasemasangweni akho, bamele beze, badle banele; ukuze akusikelele+ uYehova uThixo wakho kuko konke esikwenzayo+ isandla sakho.

  • Yoshuwa 13:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Sisizwe sabaLevi kuphela angazange asinike ilifa.+ Iminikelo yasemlilweni+ kaYehova uTHIXO kaSirayeli lilifa laso,+ kanye njengoko wayesithembisile.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share