IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 9:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Kuphela yinyama enomphefumlo wayo+—igazi layo+—eningamele niyidle.+

  • Levitikus 7:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 “‘Nize ningadli naliphi na igazi+ nakweyiphi na indawo enihlala kuyo, nokuba lelentaka okanye lelesilo.

  • Levitikus 17:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “‘Nawuphi na umntu wendlu kaSirayeli okanye umphambukeli ophambukele phakathi kwenu othi adle naluphi na uhlobo lwegazi,+ ndowuchasa ngokuqinisekileyo loo mphefumlo+ udle igazi, ndiwunqumle phakathi kwabantu bakowawo.

  • 1 Samuweli 14:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Ngoko bamxelela uSawule, besithi: “Khangela! Abantu bayona kuYehova ngokudla kunye negazi.”+ Wathi ke yena: “Niqhube ngobuqhophololo. Okokuqala nje, qengqelani kum ilitye elikhulu.”

  • IZenzo 15:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 kodwa babhalelwe ukuba bakhwebuke kwizinto ezingcoliswe zizithixo+ nakuhenyuzo+ nakwinto ekrwitshiweyo+ nasegazini.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share