Genesis 9:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuphela yinyama enomphefumlo wayo+—igazi layo+—eningamele niyidle.+ Levitikus 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “‘Ngummiselo ezizukulwaneni zenu lowo, kwiindawo zonke enihlala kuzo, kuse kwixesha elingenammiselo, ukuba: Nimele ningadli nqatha nagazi+ konke konke.’” Levitikus 7:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 “‘Nize ningadli naliphi na igazi+ nakweyiphi na indawo enihlala kuyo, nokuba lelentaka okanye lelesilo. Levitikus 17:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “‘Nawuphi na umntu wendlu kaSirayeli okanye umphambukeli ophambukele phakathi kwenu othi adle naluphi na uhlobo lwegazi,+ ndowuchasa ngokuqinisekileyo loo mphefumlo+ udle igazi, ndiwunqumle phakathi kwabantu bakowawo. Levitikus 19:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 “‘Nize ningadli nantoni na enegazi.+ “‘Nize ningahlabi zihlabo,+ yaye ningaqheliseli mlingo.+ Duteronomi 12:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kuphela nje yenza isigqibo esiqinileyo sokungalidli igazi,+ kuba igazi ngumphefumlo+ yaye umele ungawudli umphefumlo kunye nenyama. Duteronomi 15:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ligazi lalo kuphela ongamele ulidle.+ Uze uliphalazele emhlabeni njengamanzi.+ 1 Samuweli 14:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Abantu balitsibela ngokubawa ixhoba+ bathabatha izimvu neenkomo namathole eenkomo baza baxhelela emhlabeni, abantu badla negazi.+
17 “‘Ngummiselo ezizukulwaneni zenu lowo, kwiindawo zonke enihlala kuzo, kuse kwixesha elingenammiselo, ukuba: Nimele ningadli nqatha nagazi+ konke konke.’”
26 “‘Nize ningadli naliphi na igazi+ nakweyiphi na indawo enihlala kuyo, nokuba lelentaka okanye lelesilo.
10 “‘Nawuphi na umntu wendlu kaSirayeli okanye umphambukeli ophambukele phakathi kwenu othi adle naluphi na uhlobo lwegazi,+ ndowuchasa ngokuqinisekileyo loo mphefumlo+ udle igazi, ndiwunqumle phakathi kwabantu bakowawo.
23 Kuphela nje yenza isigqibo esiqinileyo sokungalidli igazi,+ kuba igazi ngumphefumlo+ yaye umele ungawudli umphefumlo kunye nenyama.
32 Abantu balitsibela ngokubawa ixhoba+ bathabatha izimvu neenkomo namathole eenkomo baza baxhelela emhlabeni, abantu badla negazi.+