Genesis 15:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Waza wathi kuAbram: “Yazi ngokuqinisekileyo ke ukuba imbewu yakho iya kuba ngumphambukeli ezweni elingelolayo,+ yaye iya kubakhonza, baze bona bayixhwalekise ngokuqinisekileyo iminyaka emakhulu mane.+ Eksodus 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wongezelela uYehova wathi: “Ngokungathandabuzekiyo ndiyibonile inkxwaleko yabantu bam abaseYiputa, yaye ndisivile isikhalo sabo ngenxa yabo babaqweqwedisayo emsebenzini; kuba ndiyazi kakuhle intlungu yabo.+ Duteronomi 5:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Uze ukhumbule ukuba wawulikhoboka ezweni laseYiputa+ waza wakukhupha khona uYehova uThixo wakho ngesandla esomeleleyo nangengalo eyoluliweyo.+ Kungenxa yoko le nto ekuyalele uYehova uThixo wakho ukuba uwugcine umhla wesabatha.+
13 Waza wathi kuAbram: “Yazi ngokuqinisekileyo ke ukuba imbewu yakho iya kuba ngumphambukeli ezweni elingelolayo,+ yaye iya kubakhonza, baze bona bayixhwalekise ngokuqinisekileyo iminyaka emakhulu mane.+
7 Wongezelela uYehova wathi: “Ngokungathandabuzekiyo ndiyibonile inkxwaleko yabantu bam abaseYiputa, yaye ndisivile isikhalo sabo ngenxa yabo babaqweqwedisayo emsebenzini; kuba ndiyazi kakuhle intlungu yabo.+
15 Uze ukhumbule ukuba wawulikhoboka ezweni laseYiputa+ waza wakukhupha khona uYehova uThixo wakho ngesandla esomeleleyo nangengalo eyoluliweyo.+ Kungenxa yoko le nto ekuyalele uYehova uThixo wakho ukuba uwugcine umhla wesabatha.+