IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 4:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Zilumkeleni ukuze ningawulibali umnqophiso kaYehova uThixo wenu awawenzayo nani,+ ningazenzeli umfanekiso oqingqiweyo, wayo nayiphi na imbonakalo awakuyalela ngayo uYehova uThixo wakho.+

  • Duteronomi 13:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 “Xa athe umntakwenu, umntakanyoko, okanye unyana wakho okanye intombi yakho okanye umfazi omnonophelayo okanye iqabane lakho elinjengomphefumlo wakho kuwe,+ lazama ukukulukuhla emfihlekweni, lisithi, ‘Masiye kukhonza thixo bambi,’+ ongabazanga, wena nookhokho bakho,

  • ABagwebi 2:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ekugqibeleni wavutha umsindo+ kaYehova nxamnye noSirayeli waza wathi: “Ngenxa yokuba olu hlanga luye lwawugqitha umnqophiso wam+ endawuyalela ookhokho balo yaye lungaliphulaphulanga ilizwi lam,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share