IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 24:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Waya uMoses, wabaxelela abantu onke amazwi kaYehova nemimiselo yonke,+ baza baphendula ngazwi-nye bonke abantu bathi: “Sikulungele ukwenza ngokwamazwi onke awathethileyo uYehova.”+

  • Eksodus 24:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Walithabatha ke ngoko uMoses igazi, wabafefa ngalo abantu+ waza wathi: “Nalo igazi lomnqophiso+ awenzileyo uYehova nani ngawo onke la mazwi.”

  • Eksodus 34:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Waqhubeka wathi uYehova kuMoses: “Wabhale phantsi la mazwi,+ kuba ngawo la mazwi ndenza umnqophiso kunye nawe noSirayeli.”+

  • Duteronomi 29:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Ngawo la amazwi omnqophiso uYehova awayalela ngawo uMoses ukuba awenze noonyana bakaSirayeli ezweni lakwaMowabhi ngaphandle komnqophiso awawenzayo nabo eHorebhe.+

  • Yoshuwa 23:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 ngenxa yokuwugqitha kwenu umnqophiso kaYehova uThixo wenu awaniyalela wona, nangenxa yokuba niye naya kukhonza abanye oothixo naza naqubuda kubo.+ Yaye umsindo kaYehova uya kuvutha kuni+ ngokuqinisekileyo, kwaye ngokuqinisekileyo niya kutshabalala ngokukhawuleza kwilizwe elilungileyo aninike lona.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share