1 Samuweli 15:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Waza uSamuweli wahlabela mgama wathi: “Akubanga yintloko yezizwe zakwaSirayeli ngoxa wena wawumncinane na emehlweni akho,+ waza noYehova wakuthambisa+ njengokumkani wakwaSirayeli? 2 Kronike 32:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kodwa uncedo awayenzelwe uHezekiya akazange alubuyekeze,+ kuba intliziyo yakhe yaba nekratshi+ yaye kwabakho ukucaphuka+ nxamnye naye nanxamnye noYuda neYerusalem. INdumiso 131:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 131 Owu Yehova, intliziyo yam ayibanga nekratshi,+Namehlo am akaphakamanga;+Ndingahambanga nasezintweni ezinkulu kakhulu,+Nasezintweni ezimangalisa gqitha kum.+ Marko 10:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Kodwa uYesu, emva kokubabizela kuye, wathi kubo: “Niyazi ukuba abo babonakala belawula iintlanga baba ziinkosi phezu kwazo nabo bakhulu kuzo basebenzisa igunya phezu kwazo.+ 1 Petros 5:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngokunjalo, nina madodana, wathobeleni+ amadoda amakhulu. Bhinqani nonke ukuthobeka kwengqondo omnye ngakomnye,+ ngenxa yokuba uThixo ubachasile abo banekratshi, kodwa ubanika ububele obungasifanelanga abo bathobekileyo.+
17 Waza uSamuweli wahlabela mgama wathi: “Akubanga yintloko yezizwe zakwaSirayeli ngoxa wena wawumncinane na emehlweni akho,+ waza noYehova wakuthambisa+ njengokumkani wakwaSirayeli?
25 Kodwa uncedo awayenzelwe uHezekiya akazange alubuyekeze,+ kuba intliziyo yakhe yaba nekratshi+ yaye kwabakho ukucaphuka+ nxamnye naye nanxamnye noYuda neYerusalem.
131 Owu Yehova, intliziyo yam ayibanga nekratshi,+Namehlo am akaphakamanga;+Ndingahambanga nasezintweni ezinkulu kakhulu,+Nasezintweni ezimangalisa gqitha kum.+
42 Kodwa uYesu, emva kokubabizela kuye, wathi kubo: “Niyazi ukuba abo babonakala belawula iintlanga baba ziinkosi phezu kwazo nabo bakhulu kuzo basebenzisa igunya phezu kwazo.+
5 Ngokunjalo, nina madodana, wathobeleni+ amadoda amakhulu. Bhinqani nonke ukuthobeka kwengqondo omnye ngakomnye,+ ngenxa yokuba uThixo ubachasile abo banekratshi, kodwa ubanika ububele obungasifanelanga abo bathobekileyo.+