1 Samuweli 9:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Waphendula ke uSawule waza wathi: “AndingumBhenjamin na wesona sizwe sincinane+ kwezakwaSirayeli,+ nentsapho yakowethu eyona ingabalulekanga kuzo zonke iintsapho zesizwe sakwaBhenjamin?+ Ngoko kutheni na ukuba uthethe into enjengale kum?”+ 1 Samuweli 10:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngenxa yoko ngokubhekele phaya babuza+ kuYehova: “Uselefikile na apha umntu lowo?” Wathi ke uYehova: “Nankuya, uzifihle+ phakathi kwempahla.”
21 Waphendula ke uSawule waza wathi: “AndingumBhenjamin na wesona sizwe sincinane+ kwezakwaSirayeli,+ nentsapho yakowethu eyona ingabalulekanga kuzo zonke iintsapho zesizwe sakwaBhenjamin?+ Ngoko kutheni na ukuba uthethe into enjengale kum?”+
22 Ngenxa yoko ngokubhekele phaya babuza+ kuYehova: “Uselefikile na apha umntu lowo?” Wathi ke uYehova: “Nankuya, uzifihle+ phakathi kwempahla.”