IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 5:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Nize nikunyamekele ukwenza kanye njengoko eniyalele uYehova uThixo wenu.+ Ningajikeli ekunene okanye ekhohlo.+

  • 1 Samuweli 13:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 USamuweli wathi kuSawule: “Wenze ngobudenge.”+ Akuwugcinanga umyalelo+ kaYehova uThixo wakho akuyalele wona,+ ngenxa yokuba, ukuba ubuwugcinile, uYehova ngebuqinisile ubukumkani bakho phezu koSirayeli ukusa kwixesha elingenammiselo.

  • 1 Kumkani 15:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 ngenxa yokuba uDavide wenza okulungileyo emehlweni kaYehova, kwaye akazange aphambuke kuyo nantoni na awayemyalele yona yonke imihla yobomi bakhe,+ ngaphandle kombandela kaUriya umHiti.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share