IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 2:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 KuAbhiyatare+ umbingeleli ukumkani wathi: “Yiya eAnatoti+ emhlabeni wakho! Kuba ufanelwe kukufa;+ kodwa ngalo mhla andiyi kukubulala, ngenxa yokuba wathwala ityeya yeNkosi enguMongami uYehova+ phambi koDavide ubawo,+ nangenxa yokuba waxhwaleka ngalo lonke ixesha lokuxhwaleka kukabawo.”+

  • Isaya 10:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Yenza inzwinini ngelizwi lakho, ntombi yaseGalim.+ Nikela ingqalelo, Layisha. Owu wena uxhwalekileyo, Anatoti!+

  • Yeremiya 1:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 1 Amazwi kaYeremiya+ unyana kaHilekiya, omnye wababingeleli ababeseAnatoti+ kwilizwe lakwaBhenjamin;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share