1 Samuweli 22:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Noko ke, unyana omnye ka-Ahimeleki unyana ka-Ahitubhi, ogama linguAbhiyatare,+ wasinda waza wabaleka wemka walandela uDavide. 1 Kumkani 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Waba neenkqubano noYowabhi unyana kaTseruya noAbhiyatare+ umbingeleli, yaye baqalisa ukunceda njengabalandeli baka-Adoniya.+
20 Noko ke, unyana omnye ka-Ahimeleki unyana ka-Ahitubhi, ogama linguAbhiyatare,+ wasinda waza wabaleka wemka walandela uDavide.
7 Waba neenkqubano noYowabhi unyana kaTseruya noAbhiyatare+ umbingeleli, yaye baqalisa ukunceda njengabalandeli baka-Adoniya.+