IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 31:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Yibani nesibindi, nomelele.+ Musani ukoyika okanye nothuke phambi kwazo,+ ngokuba nguYehova uThixo wakho ohamba nawe. Akayi kukulahla okanye akushiye ngokupheleleyo.”+

  • Yoshuwa 1:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Yiba nesibindi womelele,+ kuba nguwe oya kubangela esi sizwana silidle ilifa+ ilizwe endafungayo ukulinika ookhokho baso.+

  • 1 Kronike 28:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 UDavide wahlabela mgama wathi kuSolomon unyana wakhe: “Yiba nesibindi+ yomelela, uze uthabathe inyathelo. Musa ukoyika,+ ungankwantyi,+ kuba uYehova uThixo, uThixo wam, unawe.+ Akayi kukulahla+ okanye akushiye de wonke umsebenzi wenkonzo kaYehova ugqitywe.

  • Efese 6:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Okokugqibela, qhubekani nizuza amandla+ eNkosini nasekomeleleni+ kwayo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share