Eksodus 14:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Wasolula ngoko nangoko uMoses isandla sakhe phezu kolwandle, lwaza ulwandle lwabuyela kwimeko yalo eqhelekileyo ekuzeni kokusa. Asaba kulo amaYiputa, kodwa uYehova wawavuthululela amaYiputa phakathi elwandle.+ INdumiso 78:53 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 53 Waqhubeka ebakhokela benqabisekile, kwaye abazange bankwantye;+Nolwandle lwazigubungela iintshaba zabo.+ INdumiso 106:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Amanzi azigubungela iintshaba zabo;+Akuzange kusale namnye kuzo.+ INdumiso 136:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Nowavuthulula uFaro nomkhosi wakhe wamajoni kuLwandle Olubomvu:+Kuba ububele bakhe bothando bukho ukusa kwixesha elingenammiselo;+
27 Wasolula ngoko nangoko uMoses isandla sakhe phezu kolwandle, lwaza ulwandle lwabuyela kwimeko yalo eqhelekileyo ekuzeni kokusa. Asaba kulo amaYiputa, kodwa uYehova wawavuthululela amaYiputa phakathi elwandle.+
53 Waqhubeka ebakhokela benqabisekile, kwaye abazange bankwantye;+Nolwandle lwazigubungela iintshaba zabo.+
15 Nowavuthulula uFaro nomkhosi wakhe wamajoni kuLwandle Olubomvu:+Kuba ububele bakhe bothando bukho ukusa kwixesha elingenammiselo;+