Eksodus 14:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Wangena phakathi kweqela lamaYiputa neqela lamaSirayeli.+ Kweli icala waba lilifu elimnyama. Kweliya icala wakhanyisa ebusuku.+ Kwaye la maqela akazange asondelelane ubusuku bonke. Hebhere 11:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngokholo badlula kuLwandle Olubomvu ngokungathi kukumhlaba owomileyo,+ kodwa wona amaYiputa xa alinga ukwenjenjalo aginywa.+
20 Wangena phakathi kweqela lamaYiputa neqela lamaSirayeli.+ Kweli icala waba lilifu elimnyama. Kweliya icala wakhanyisa ebusuku.+ Kwaye la maqela akazange asondelelane ubusuku bonke.
29 Ngokholo badlula kuLwandle Olubomvu ngokungathi kukumhlaba owomileyo,+ kodwa wona amaYiputa xa alinga ukwenjenjalo aginywa.+