Yoshuwa 7:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Waza wathi uYoshuwa: “Kutheni na usizisele ishwangusha nje?+ UYehova uza kukuzisela ishwangusha ngalo mhla.” Ngoko wonke uSirayeli wamgibisela ngamatye,+ emva koko babatshisa ngomlilo.+ Ngaloo ndlela babaxuluba ngamatye. 1 Kronike 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Bona oonyana bakaKarmi+ yayinguAkare owamhlisela ishwangusha uSirayeli,+ owenza isenzo sokungathembeki ngento enikelwe kwintshabalalo.+
25 Waza wathi uYoshuwa: “Kutheni na usizisele ishwangusha nje?+ UYehova uza kukuzisela ishwangusha ngalo mhla.” Ngoko wonke uSirayeli wamgibisela ngamatye,+ emva koko babatshisa ngomlilo.+ Ngaloo ndlela babaxuluba ngamatye.
7 Bona oonyana bakaKarmi+ yayinguAkare owamhlisela ishwangusha uSirayeli,+ owenza isenzo sokungathembeki ngento enikelwe kwintshabalalo.+