Duteronomi 7:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Uze ungayingenisi into ecekisekayo endlwini yakho ukuze unganikelwa kwintshabalalo njengayo. Ifanele ibe nezothe kuwe, uyicekise,+ ngokuba inikelwe kwintshabalalo.+ Yoshuwa 6:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ke nina, zigcineni kwinto enikelwe kwintshabalalo,+ ngokoyikela ukuba nisenokuzinqwenela+ nize nizithabathe ezinye zezinto ezinikelwe kwintshabalalo+ nize nenze inkampu kaSirayeli into enikelwe kwintshabalalo, niyizisele ishwangusha.+ Yoshuwa 7:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 USirayeli wonile, yaye bawugqithile umnqophiso wam+ endawubeka njengomyalelo kubo; yaye bathabathe enye yezinto ezinikelwe kwintshabalalo+ yaye bebile+ baza bakugcina kuyimfihlelo+ oko yaye bayifake phakathi kweempahla zabo.+ Yoshuwa 22:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 YayingengoAkan+ unyana kaZera na owenza isenzo sokungathembeki kwinto eyayinikelwe kwintshabalalo, yaye akuzange kubekho ukucaphuka nxamnye nayo yonke indibano kaSirayeli?+ Kwaye asinguye kuphela umntu owabhubhayo ngesiphoso sakhe.’”+
26 Uze ungayingenisi into ecekisekayo endlwini yakho ukuze unganikelwa kwintshabalalo njengayo. Ifanele ibe nezothe kuwe, uyicekise,+ ngokuba inikelwe kwintshabalalo.+
18 Ke nina, zigcineni kwinto enikelwe kwintshabalalo,+ ngokoyikela ukuba nisenokuzinqwenela+ nize nizithabathe ezinye zezinto ezinikelwe kwintshabalalo+ nize nenze inkampu kaSirayeli into enikelwe kwintshabalalo, niyizisele ishwangusha.+
11 USirayeli wonile, yaye bawugqithile umnqophiso wam+ endawubeka njengomyalelo kubo; yaye bathabathe enye yezinto ezinikelwe kwintshabalalo+ yaye bebile+ baza bakugcina kuyimfihlelo+ oko yaye bayifake phakathi kweempahla zabo.+
20 YayingengoAkan+ unyana kaZera na owenza isenzo sokungathembeki kwinto eyayinikelwe kwintshabalalo, yaye akuzange kubekho ukucaphuka nxamnye nayo yonke indibano kaSirayeli?+ Kwaye asinguye kuphela umntu owabhubhayo ngesiphoso sakhe.’”+