Levitikus 27:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Makungabikho namnye umntu onikelwe kwintshabalalo othi akhululwe.+ Ufanele abulawe afe.+ Duteronomi 7:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Uya kuzinikela kuwe ngokuqinisekileyo uYehova uThixo wakho, kwaye uya kuzoyisa.+ Uze uzitshabalalise ngenene.+ Uze ungenzi mnqophiso nazo okanye ubonise ubabalo kuzo.+ Duteronomi 20:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuphela kusezixekweni zezi zizwana akunikayo uYehova uThixo wakho njengelifa apho ungamele usindise nayiphi na into ephefumlayo,+ 1 Samuweli 15:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yiya ke, umxabele uAmaleki+ uze umtshabalalise+ kunye nako konke anako, yaye umele ungabi namfesane kuye, kwaye umele uwabulale,+ indoda kwakunye nomfazi, umntwana kwakunye nowanyayo,+ inkunzi yenkomo kwakunye nemvu, inkamela kwakunye ne-esile.’”+
2 Uya kuzinikela kuwe ngokuqinisekileyo uYehova uThixo wakho, kwaye uya kuzoyisa.+ Uze uzitshabalalise ngenene.+ Uze ungenzi mnqophiso nazo okanye ubonise ubabalo kuzo.+
16 Kuphela kusezixekweni zezi zizwana akunikayo uYehova uThixo wakho njengelifa apho ungamele usindise nayiphi na into ephefumlayo,+
3 Yiya ke, umxabele uAmaleki+ uze umtshabalalise+ kunye nako konke anako, yaye umele ungabi namfesane kuye, kwaye umele uwabulale,+ indoda kwakunye nomfazi, umntwana kwakunye nowanyayo,+ inkunzi yenkomo kwakunye nemvu, inkamela kwakunye ne-esile.’”+