IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 7:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Uze ungayingenisi into ecekisekayo endlwini yakho ukuze unganikelwa kwintshabalalo njengayo. Ifanele ibe nezothe kuwe, uyicekise,+ ngokuba inikelwe kwintshabalalo.+

  • Yoshuwa 6:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ke nina, zigcineni kwinto enikelwe kwintshabalalo,+ ngokoyikela ukuba nisenokuzinqwenela+ nize nizithabathe ezinye zezinto ezinikelwe kwintshabalalo+ nize nenze inkampu kaSirayeli into enikelwe kwintshabalalo, niyizisele ishwangusha.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share