Numeri 21:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Emva koko bajika banyuka ngendlela yaseBhashan.+ Waphuma uOgi+ ukumkani waseBhashan waya kubahlangabeza, yena nabantu bakhe bonke, esiya kulwa idabi nabo e-Edreyi.+ Numeri 21:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Ngoko ke bamxabela yena noonyana bakhe nabantu bakhe bonke, kwada akwasala usindileyo;+ balidla ilifa ilizwe lakhe.+ Duteronomi 3:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko uYehova uThixo wethu wamnikela esandleni sethu uOgi lowo ukumkani waseBhashan nabantu bakhe bonke, samxabela kwada akwabakho namnye usindayo.+
33 Emva koko bajika banyuka ngendlela yaseBhashan.+ Waphuma uOgi+ ukumkani waseBhashan waya kubahlangabeza, yena nabantu bakhe bonke, esiya kulwa idabi nabo e-Edreyi.+
35 Ngoko ke bamxabela yena noonyana bakhe nabantu bakhe bonke, kwada akwasala usindileyo;+ balidla ilifa ilizwe lakhe.+
3 Ngoko uYehova uThixo wethu wamnikela esandleni sethu uOgi lowo ukumkani waseBhashan nabantu bakhe bonke, samxabela kwada akwabakho namnye usindayo.+