2 Kumkani 20:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 UIsaya wathi: “Nanku umqondiso+ wakho ovela kuYehova wokuba uYehova uya kulenza ilizwi alithethileyo: Ngaba isithunzi siya kuya ngaphambili izinyuko ezilishumi okanye siya kubuyela umva izinyuko ezilishumi?” 2 Kronike 32:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngezo mini uHezekiya wagulela ukufa,+ waza wathandaza+ kuYehova. Ngoko wathetha kuye,+ yaye wenza umhlola.+
9 UIsaya wathi: “Nanku umqondiso+ wakho ovela kuYehova wokuba uYehova uya kulenza ilizwi alithethileyo: Ngaba isithunzi siya kuya ngaphambili izinyuko ezilishumi okanye siya kubuyela umva izinyuko ezilishumi?”
24 Ngezo mini uHezekiya wagulela ukufa,+ waza wathandaza+ kuYehova. Ngoko wathetha kuye,+ yaye wenza umhlola.+