Yoshuwa 15:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yaye uKalebhi+ unyana kaYefune wamnika isabelo phakathi koonyana bakaYuda ngokomyalelo kaYehova kuYoshuwa, esisesi, iKiriyati-arbha ([kuthiwa uArbha] nguyise ka-Anaki), oko kukuthi, iHebron.+
13 Yaye uKalebhi+ unyana kaYefune wamnika isabelo phakathi koonyana bakaYuda ngokomyalelo kaYehova kuYoshuwa, esisesi, iKiriyati-arbha ([kuthiwa uArbha] nguyise ka-Anaki), oko kukuthi, iHebron.+