Duteronomi 22:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Xa uthe wakha indlu entsha, umele ulwenzele ungqameko uphahla lwakho,+ ukuze ungazisi tyala lagazi endlwini yakho xa athe wawa owayo kuyo. 2 Samuweli 11:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kwathi ke ngexesha langokuhlwa wavuka emandlalweni wakhe uDavide waza wahambahamba phezu kophahla lwendlu+ yokumkani; yaye ephezu kophahla wabona+ umfazi ehlamba umzimba, yaye umfazi lowo wayemhle kakhulu ngembonakalo.+ IZenzo 10:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngemini elandelayo njengoko babeqhubeka nohambo lwabo yaye besondela esixekweni, uPetros wenyuka waya phezu kwendlu+ malunga nelixa lesithandathu ukuya kuthandaza.+
8 “Xa uthe wakha indlu entsha, umele ulwenzele ungqameko uphahla lwakho,+ ukuze ungazisi tyala lagazi endlwini yakho xa athe wawa owayo kuyo.
2 Kwathi ke ngexesha langokuhlwa wavuka emandlalweni wakhe uDavide waza wahambahamba phezu kophahla lwendlu+ yokumkani; yaye ephezu kophahla wabona+ umfazi ehlamba umzimba, yaye umfazi lowo wayemhle kakhulu ngembonakalo.+
9 Ngemini elandelayo njengoko babeqhubeka nohambo lwabo yaye besondela esixekweni, uPetros wenyuka waya phezu kwendlu+ malunga nelixa lesithandathu ukuya kuthandaza.+