Genesis 49:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Wena ke, Yuda,+ abantakwenu baya kukubonga.+ Isandla sakho sibe sesixhantini seentshaba zakho.+ Oonyana bakayihlo baya kuqubuda kuwe.+ 2 Samuweli 22:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Ke zona iintshaba zam, ngokuqinisekileyo uya kuzenza zindinikele umva;+Abo bandithiye kakhulu—nabo ndiya kubathulisa.+ INdumiso 18:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Ke zona iintshaba zam, uya kuzenza zindinikele umva;+Yaye abo bandithiye kakhulu, ndiya kubathulisa.+
8 “Wena ke, Yuda,+ abantakwenu baya kukubonga.+ Isandla sakho sibe sesixhantini seentshaba zakho.+ Oonyana bakayihlo baya kuqubuda kuwe.+
41 Ke zona iintshaba zam, ngokuqinisekileyo uya kuzenza zindinikele umva;+Abo bandithiye kakhulu—nabo ndiya kubathulisa.+
40 Ke zona iintshaba zam, uya kuzenza zindinikele umva;+Yaye abo bandithiye kakhulu, ndiya kubathulisa.+