IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 49:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “Wena ke, Yuda,+ abantakwenu baya kukubonga.+ Isandla sakho sibe sesixhantini seentshaba zakho.+ Oonyana bakayihlo baya kuqubuda kuwe.+

  • Eksodus 23:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 “Ndiya kuzithumela phambi kwakho izothuso zam,+ ndibavusele isiphithiphithi bonke abantu oya kufika kubo, iintshaba zakho zonke ndizenze zikunikele umva.+

  • Yoshuwa 10:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Yaye kwathi kamsinya bakuba bebazisile aba kumkani kuYoshuwa, uYoshuwa wabiza onke amadoda akwaSirayeli waza wathi kubaphathi bamadoda emfazwe awayehambe naye: “Yizani ngaphambili. Bekani iinyawo zenu ezixhantini zaba kumkani.”+ Ngoko beza ngaphambili baza bazibeka iinyawo zabo ezixhantini zabo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share