IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 33:52
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 52 Yaye nimele nibagxothe bonke abemi belo lizwe phambi kwenu nize niyitshabalalise yonke imifanekiso yabo yamatye,+ nemifanekiso yabo yonke etyhidiweyo+ niyitshabalalise, nazo zonke iindawo zabo eziphakamileyo ezingcwele nize nizitshabalalise.+

  • Duteronomi 7:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Uya kuzinikela kuwe ngokuqinisekileyo uYehova uThixo wakho, kwaye uya kuzoyisa.+ Uze uzitshabalalise ngenene.+ Uze ungenzi mnqophiso nazo okanye ubonise ubabalo kuzo.+

  • Yoshuwa 9:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Aza amphendula uYoshuwa athi: “Kwakungenxa yokuba abakhonzi bakho babexelelwe ngokucacileyo ukuba uYehova uThixo wakho wayalela uMoses umkhonzi wakhe ukuba aninike lonke ilizwe aze abhubhise bonke abemi belizwe phambi kwenu,+ kwaye sayoyikela kakhulu imiphefumlo yethu ngenxa yenu.+ Ngoko senza le nto.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share