IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 31:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 yonke into edluliswa emlilweni,+ enimele niyidlulise emlilweni, ize ihlambuluke ke. Kuphela nje ifanele isulungekiswe ngamanzi okuhlambulula.+ Ke yonke into engadluliswayo emlilweni noyidlulisa emanzini.+

  • Duteronomi 20:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kuphela kusezixekweni zezi zizwana akunikayo uYehova uThixo wakho njengelifa apho ungamele usindise nayiphi na into ephefumlayo,+

  • Yoshuwa 8:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Yaye umele wenze kwiAyi nakukumkani wayo kanye njengoko wenzayo kwiYeriko nakukumkani wayo.+ Kuphela nje ninokuwaphanga wona amaxhoba ayo nezilwanyana zayo zasekhaya.+ Bekani abantu basilalele isixeko ngasemva.”+

  • Yoshuwa 8:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Zizilwanyana zasekhaya namaxhoba eso sixeko kuphela awaziphangela wona uSirayeli, ngokuvisisana nelizwi likaYehova awalibeka njengomyalelo kuYoshuwa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share